Quick Speaker Programme

The lessons in the Quick Speaker Programme emphasize daily situations we find ourselves in, allowing the learner to apply them in everyday situations. Press the play button next to the audio clip and follow along with the text to get a feel of what our Quick Speaker programme has to offer. 

"Any programme is only as good as the practice thereafter."

0:00 / 0:00
Use Xhosa Phrases & Questions 1

Xhosa

English

Uyakwazi ukuthetha isiNgesi na?
Can you speak English?
Uyasiva na isingesi?
Can you understand English?
Nempumelelo
Good luck
Ndlelantle
Go well
Zonwabise
Enjoy yourself (to one person)
Zonwabiseni
Enjoy yourself (to more than one person)
Ubukade unqabile
You've been scarce
Siyakwamkela kwakhona
Welcome back
Utshatile na?
Are you married?
Unabo abantwana?
Do you have any children?
Nakhe nadibana na
Have you met each other yet?
Andimazi
I don't know him / her
Ufuna ntoni?
What do you want?
Unxaniwe na?
Are you thirsty?
Ulambile na?
Are you hungry?
Bekumnandi
That was delicious
0:00 / 0:00
Use Xhosa Phrases & Questions 2

Xhosa

English

Ulumke
Be careful
Ungathanda ukudanisa?
Would you like to dance?
Kufuneka ndiphume ngoku
I have to go now
Sukuyenza loo nto!
Don't do that!
Sukuphatha loo nto!
Don't touch that!
Sukukhwaza!
Don't shout!
Yintoni?
What is the matter?
Kutheni ulila nje?
Why are you crying?
Sukulila
Don't cry
Sukugeza
Don't be naughty
Yeka loo nto!
Stop that!
Uyakwazi ukudada?
Can you swim?
Enkosi ngoncedo Iwakho
Thank you for your help
Uxakekile na?
Are you busy?
Uyaqonda na?
Do you understand?
Andiqondi
I don't understand
0:00 / 0:00
Use Xhosa Phrases & Questions 3

Xhosa

English

Ndicela umsebenzi
I am looking for work
Iphi ifoni ekufutshane ?
Where is the nearest telephone?
Ithini inombolo yakho yefoni?
What is your telephone number?
Unayo ifoni ekhaya?
Have you got a telephone at home?
Ndingayisebenzisa na ifoni yakho?
Can I use your telephone?
Ndingakufonela nini na?
When can I phone you?
Singadibana nini na?
When can we meet?
Ndakubona
See you later
Ndakubona ebusuku
See you this evening
Ndakubona ngomso
See you tomorrow
Uxolo ndileyiti
Sorry I am late
Ubuphi izolo?
Where were you yesterday?
Kutheni uleyiti nje?
Why are you late?
Yintoni ingxaki?
What is the problem?
Ufuna bani?
Who are you looking for?
Enkosi ngokufona
Thank you for calling
0:00 / 0:00
Use Xhosa Phrases & Questions 4

Xhosa

English

Khawuleza!
Hurry up!
Ndingakunceda?
Can I help you?
Ungandincedisa?
Can you please help me?
Uyalufuna na uncedo?
Do you need some help?
Kuluvuyo
It's a pleasure
Yintoni leyo?
What is that?
Qhuba ngononophelo
Drive carefully
Qhuba kancinci
Drive slowly
Ndiyavuyisana nawe
Congratulations
Uxolo
Excuse me
Sukushukuma
Don't move
Linda apha
Wait here
Ube nemini emnandi
Have a nice day
0:00 / 0:00
Use Xhosa Phrases & Questions 5

Xhosa

English

Sukukhathazeka
Don't worry
Kwenzeke ntoni?
What happened?
Lumkela
Be careful
Biza amapolisa
Call the police
Fonela amapolisa
Phone the police
Musa ukuqhuba unxilile
Don't drink and drive
Kwenzeka ntoni?
What's going on?
Kwenzeke ntoni?
What happened?
Uthetha ukuthini?
What do you mean?
Yintoni ingxaki?
What is the matter?
Ulungile na?
Are you all right?
Uyoyika na?
Are you frightened?
Uyenzele ntoni loo nto?
Why did you do that?
Uza kugqiba nini na?
When will you be finished?

Are you ready to start with the beginner course?

Scroll to Top